Bae wombhako

Bae wombhako baking

Saturday ndama ezimbizeni kumkhuluwa wam bhuti Toy Makeleni ow bafika omolokazana ndigqibileBantakwethu sisekhona ekuphe...
28/05/2026

Saturday ndama ezimbizeni kumkhuluwa wam bhuti Toy Makeleni ow bafika omolokazana ndigqibile

Bantakwethu sisekhona ekuphekeni,ekubhakeni,MC,nemibhako for any event 0781669724
0724974810

20/05/2026

Ndiyayazi lonyaka awufani nalowana uphelileyo,kwabanye kunzima kakhulu,kwabanye ubawonubancumisile kodwa bantakwethu ninganikezeli ungavumi ow pls don't give up

Abanye bavuswa ziingxaki kunzima ulala msebenzi awukho,abanye bavuswa ziingxaki funeka bephangele kodwa kunzima ngoba bayagezeleka emsebenzini kodwa let me tell you don't give up

06/05/2026

Good morning yimini ye steamed bread kelena guys kubantu abalapha ebhayi izani Alok 0781669724

14/04/2026

MC wenu guys ow ndiya kuyoyonke indawo ndibize sincokole mntase wam 0781669724

Soze uzisole ngo baewombhako abengu MC kwi event yakho
14/04/2026

Soze uzisole ngo baewombhako abengu MC kwi event yakho

Asisihle steamed bread sam maaan ow silaf laf sinuka kamnandi 0781669724
01/04/2026

Asisihle steamed bread sam maaan ow silaf laf sinuka kamnandi 0781669724

Sunday meal guys izani R75 plate kuphekiwe few left 0781669724 0724974810
22/03/2026

Sunday meal guys izani R75 plate kuphekiwe few left 0781669724
0724974810

R75 plate guys few left 0781669724 0724974810 siphekile no Soso
21/03/2026

R75 plate guys few left 0781669724
0724974810 siphekile no Soso

My supper for tonight,mjita oziphekelayo
10/03/2026

My supper for tonight,mjita oziphekelayo

I cooked fory self today
08/03/2026

I cooked fory self today

Address

Qeqe
Port Elizabeth
PORTELIZABETH

Telephone

+27781669724

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Bae wombhako posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Bae wombhako:

Share