Libone-Zizikazi Creations

Call Directions

Libone-Zizikazi Creations "To live a creative life we must lose our fear of being wrong" Libone creations specialises in Tshir

30/10/2026

Niyawaqalile la link ka whatsapp ikulapost andiyifakelanga uba fika wena uthi cwaka itsho ufuna eyiphi iset kaloku. Ndiyabloka kemna andinalo ixesha lo entertainer umntu ongazaziyo ufunantoni ku whatsapp wam.

30/10/2026

Ninjani bahlohli? Kuyalaleka kodwa?
Hayi mna ndidinwe down shame akhonento ehlekisayo ngumsebenzi.

For the love of Amacici
30/10/2026

For the love of Amacici

Some are already sold ke kula green 💚 app072 759 6817
03/10/2026

Some are already sold ke kula green 💚 app
072 759 6817

Into entle elapha 😍my customer approved 👌 Izakubonisana after inxityiwe ngumntu wayo wethu benditshilo kaloku ningamasel...
30/08/2026

Into entle elapha 😍my customer approved 👌
Izakubonisana after inxityiwe ngumntu wayo wethu benditshilo kaloku ningamasela kaloku 😂Happy Sunday😍

Nizokhala ngemibala kesana ningandibali mna apho ukhona u Izinto ZesiXhosa for intsimbi. Nantsi eyam icollection andizif...
27/08/2026

Nizokhala ngemibala kesana ningandibali mna apho ukhona u Izinto ZesiXhosa for intsimbi. Nantsi eyam icollection andizifakanga zonke futhi ndiye ndadinwa 😂Orange, black white,clear cream,Grey hey mani khanindiyeke mininzi imibala ye Preciosa beads....ningandibuzi nix futhi andiyazi😂

Bendidlula... Uyifumanaphi le, ndiyiphiwe 😂Thanx bye👋
20/08/2026

Bendidlula...
Uyifumanaphi le, ndiyiphiwe 😂
Thanx bye👋

Address

Port Elizabeth

Opening Hours

Monday 09:00 - 17:00
Tuesday 09:00 - 17:00
Wednesday 09:00 - 17:00
Thursday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00
Saturday 09:00 - 14:00

Telephone

0732364107

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Libone-Zizikazi Creations posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Nearby interior services